Jou reg tot voedsel is ‘n mensereg.
Wetenskap en kennes help om hierdie reg te beskerm.
Elke mens het die reg tot veilige en gesonde voedsel. Wetenskap help die boere met beter kennis en navorsing om gesinne beter te laat eet. Kennis hou gemeenskappe sterk. Die DSTI-NRF Centre of Excellence in Food Security (CoE-FS) werk om dit ‘n moontlikheid te maak.

Ilungelo lokufumana ukutya lilungelo eliqinisekileyo kuMgaqo-siseko womMzansi Afrika. Kwaye inzululwazi nophando zincedisa ukukhusela eli lungelo. Wonke umntu unelungelo lokuba nokutya okwaneleyo nokune sondlo. Inzululwazi (science) incedisa ama-Fama ukuze akhulise isivuno sawo ngcono, kwaye ulwazi nophando olwenziweyo (research) luncedisa iintsapho ukuba zitye ukutya okungcono. Ulwazi lunceda abahlali bamanyane kwaye babe namandla. ...
Your right to food is a human right. Science and knowledge helps to protect that right. Everyone deserves enough safe and healthy food. Science helps farmers grow better crops, and research helps families eat better. Knowledge helps communities stay strong. The DSTI-NRF Centre of Excellence in Food Security (CoE-FS) works ...
The estimated population of 58.8 million South Africans live in a country that is regarded as nationally food secure, but the divide in terms of access to resources and high unemployment continues to render a significant proportion of citizens food insecure and at nutritional risk. In addition, urbanisation is contributing to ...